O. R. Tambo District Municipality
O. R. Tambo District Municipality
February 11, 2025 at 10:38 AM
Uphuhliso Loluntu Amagosa kaNational Treasury kunye namagosa omasipala iO.R. Tambo atyelele iHighbury Water Treatment Works njengenxalenye yokujonga inkqubela kumsebenzi wale kota kunyaka mali ka 2024/25. Kulindeleke ukuba lenkqubo yokucoca amanzi igqitywe ngo August 2025 kwaye kuzoxhamla ii ward ezingapha kweshumi elinesihlanu eziphantsi kwe Nyandeni Local Municipality kwanyunye nezise King Sabata Dalindyebo Municipality .

Comments