
O. R. Tambo District Municipality
February 11, 2025 at 03:55 PM
Olunye utyelelo luka National Treasury beluse Megacom Reservoir engu 10 megalitres, phantsi ko masipala iNyandeni. Esi sakhiwo sikwisigaba sokugqibela kwaye kulindeleke ukuba sigqitywe ngomhla we28 February 2025. Eli tanki lizakubonelela iLibode kunye neelali eziphantsi kwayo.
#ortambodm
#uphuhlisololuntu
#leavenoonebehind