LAFTER BOX
June 8, 2025 at 07:18 PM
"Ngokaban Lomntana?"
"Ngoka Asanda"
"Lowana Uhleli Phantsi?"
"Naye Ngoka Asanda"
"So Aba bangamawele Bona?"
"Nabo ngabaka Asanda"
"Kanti Ngomphi u Asanda?"
"Ngulo usemnyango uphethe umntwana"
"Lo uMithi?"
"Ewe"
"So Lomntana Amphetheyo Ngokaban?"
"Naye Ngowakhe"
"Yho Hay khayeke Ndiphume"
"Yeah Mandisose ndiphume nawe"
"Uyaphi?"
"Ndiyolanda umntana e creche"
"Ngokaban Lomntwana uyomlanda?"
"Naye Ngoka Asanda"
"u Asanda Ngumntana Ka mamakho?"
"Hay mna ndithi Makhulu ku Mama ka Asanda"
"So wena ungumntwana kaban?"
"Ndiyi First Born ka Asanda"
😂
🌶
👍
😮
34