Zion Christian Church Official - ZCC Mbungo
Zion Christian Church Official - ZCC Mbungo
June 4, 2025 at 04:42 AM
Zion Christian Church Kuwo amalungu eCawe Isigxila sangolwesithathu Mhlaka 05 EyeSilimelela 2025 *IsiXhosa Version* Siyabulela uThixo weSiyon ngokusigcina, onguye njalo owavumela iTurkey Mega Conference ukuhamba kakuhle. Isigxila sethu sithi: *1. Incoko kweziintsuku ngezentsuku yoMoya, umngqungquthela esikhumbula ukubhaphathiswa kukaTata Samuel nomoya oyingcwele 1913 eHakireni* MaSiyon, incoko eziintsuku ngezeintsuku yoMoya, umngqungquthela esikhumbula ukubhaphathiswa kukaTata uSamuel nomoya oyingcwele 1913 eHakireni. Apho eHakireni yilo iliwa sanqunyulwa khona, nomngxuma esibuya khona ( Isaih 51 vs 1) Sonke sifanele siyocela lomoya, ngoba yena uThixo wethu ufuna ukuthi simthandaze emoyeni nasenyanisweni ( Johane 4 vs 24). Yiwo umoya othi ungeza phezulu kwakho wenza imisebenzi yomoya ethi: • Ukukwazi ukududuza abalilayo • Ukukwazi ukusebenzisa • Ukukwazi ukufundisa abanye okuphilisayo • Ukukwazi ukukhumbuza abanye okunika ubomi, okushiwo nguKristu ( Johane 14 vs 26) Lomoya okaThixo ubalulekile ngoba awusiwo wokuprofita qha, unomsebenzi omninzi didibanisa imisebenzi yesandla, imisebenzi yesipho somoya ( 1 Corinthians 12 vs 1 - 27), ngakho masihambeni siyocela umoya oyingcwele. Yiwo othi singawamukela sengezela amandla phezulu kwamanye amandla ( Psalms 84 vs 7) *Awareness campaign:* • Bonke nxa singena endleni ukuza kumngqungquthela singalibali ukuhambisa ireport njengalokho esikwenza imingqungquthela yonke through amaDeskees ethu. Z.C.C Media www.zccmbungo.org facebook.com/ZCCMbungo M: +2638688006187, +263788816609, +263778638485 Email: [email protected]
Image from Zion Christian Church Official - ZCC Mbungo: Zion Christian Church  Kuwo amalungu eCawe  Isigxila sangolwesithathu ...
🙏 ❤️ 😮 11

Comments