Nelson Mandela Bay Municipality
Nelson Mandela Bay Municipality
June 15, 2025 at 07:30 AM
Ukuvulwa kwexesha lokuqaliswa kwesiko lasebusika lolwaluko-2025 🌍 Abakwetha kufuneka baqaphele ukuba kunokubakho inyumoniya ngakumbi ngexesha lasebusika, kwaye baqinisekise ukuba bahlala befudumele. Mabaye bephila! Babuye bephila! #isikololwakuko2025 #mabayebephilababuyebephila #allhandsondeck #siyasebenza #metroatwork #anationthatworksforall #buildingtheeasterncapewewant
Image from Nelson Mandela Bay Municipality : Ukuvulwa kwexesha lokuqaliswa kwesiko lasebusika lolwaluko-2025 🌍  Ab...

Comments