
Nelson Mandela Bay Municipality
June 16, 2025 at 02:24 PM
Ukuba ukude kufuphi naKwaDwesi Stadium ngena ngaphakathi ungaphoswa kukubukela amagqibela ka nkqoyi yemidlalo yebhola ekhatywayo, eyombhoxo kwakunye nominee.
Lomnyhadala ubanjelwa kwelibala minyaka le, kwa ye lo izabangunyaka wesine uqhuba.
#nationalyouthday
#buildingtheeasterncapewewant
#siyasebenza
#metroatwork
#anationthatworksforall
#allhandsondeck

🙏
1