AmaHlubi Cultural Village
AmaHlubi Cultural Village
February 11, 2025 at 08:27 AM
Akuqali ubakho isimemo esisakumila kanje ku masipala Mnquma kodwa iziphumo zasoloko zitsala amehlo ngenxa yendlela inkonzo zoluntu ezikutshwa ngayo. Ii-office ezikhankanywe kwesisimemo zihlala phezu kwe budget belungiselela ukwenza izinto ngendlela yabo. Kukanintsi kuvakala umaspala esenza izinto ngethemba lokuphuhlisa kodwa kwasoloko bephuhlisana bodwa nje ngama comrade. Kunento embi esafuna ujongwa; kwesisimemo uzoqhaphela ukuba kude kuyachazwa ukuba uzube ngumntu ovotela kulo masipala... Oku kuyacalucalula kwezo shishino ngoko kuyacaca uba awukho kwezo politiko angeze uzuzento... Umbutho wethu weANC wenziwa isizathu sokuba uphuhliso lungezi eluntwini ngenxa yabantu abeza ne njongo zabo kwi office zoluntu. Umzekelo ngoku bonke abantu abafumene tender zococa Ku masipala wase Mnquma ngabantu bebengamalungu besebenza kwi office lheye ANC abanye bengoceba kodwa kuna Bantu ekudala baqala ezoshishino benganikwa misebenzi kulo masipala Mnquma Local Municipality. People have been exploited, mistreated & taken advantage by government servants because of lack of access in these previously disadvantaged town. There are a number of initiative that the municipality can initiate in means to eradicate unemployment instead they are fast to irrelevant businesses in the office. E.g there are so many firms in Butterworth that have been closed & rented to foreign people for money that does not contribute to the LED or growth of our town, Butterworth has turned to a hardware city these firms could have been occured by the municipality also giving funding to them as a place of business such as sewing, pottery, & other skills that would eliminate unemployment instead the municipality together with the ECDC give these properties at double pay which benefits one party. The standard, of our town is not bettering however getting worsened everyday by people who lack vision & integrity in the office but for themselves. Kungoku nje isakiwo se office ka sodolopu mayor kuthiwa Yi Mali ethathwe kwi ngqonkelele ye rhaf zoluntu ezenze R180M phezu kwe mali ukutshwa li phondweni ku masipala ngamnye oku kubonakalisa kanye ukuba ibudget ikhona ethi izuza abo basezintweni qha. Kune cooperative yayise Cuba eyayine jongo zokwenza toilet paper yaphelela emoyeni, kodwa umasipala usamema uluntu uba luze ne NGO, NPO ne cooperative zabo ukuze bancedakale BUBUMENE MENE obo kudlalwa ngabantu unyusela nje ithemba ngento angazohoywa. Siluluntu ke ifuna thina siphakamele zonke izinto ezingumceli mngeni apha ku masipala wethu akusoze kube nenqubela phambili ukuba asiphakami. Ukwenza ingxolo ayilocebo kodwa ukwenza isikhalazo ngendlela eyiyo izosisa phambili. Ward ne Ward mayidibane no ceba wayo kubhalwe phantsi zonke zikhalazo ze ward kwenziwe (joint letter as the municipal wards) ngethemba loba sizoviwa Ward ne ward makubekho izinto ezimbini ezifezekiswa ngumasipala unyaka no nyaka into ebonakalayo eluncedo eluntwini. Esima kuyo into ngamathuba entswelo ngqesho kodwa imizamo kumasipala wethu Mnquma Local Municipality unayo budget yoncedisana nolutsha kwaye umbutho ANC iyimele uba abantu mabancediswe ekuphuhliseni amathuba omsebenzi. Xa sithetha singenzi soze silubone utsintso esiluqwenelayo.

Comments